Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:13
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:13 XHO1902A
Akuko silingo esinibambileyo, kupela sesobuntu; kodwa unyanisekile UTIXO, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngokupezulu kwamandla enu; koko eya kuyenza kwa kunye nesilingo nendlela yokupuma, ukuba nibe namandla okunyamezela.