Ngaba Ngokwenene Ndinokusoyisa Isono Nesilingo?
Iintsuku ezi 5
Ngaba wakha wazibuza, ukuba “Kutheni ndisajijisana nesi sono?” Kwanompostile uPawulos wathetha njalo kwabaseRoma 7:15: “Kuba oko ndikwenzayo andikwazi mna; kuba endikuthandayo, oko andikwenzi; endikuthiyayo, oko ndiyakwenza.” Sisinqanda njani isono ekubeni sithintele ubomi bethu basemoyeni? Ngaba kunako ukwenzeka? Masixoxe ngesono, isihendo, uSathana, kwaye, ngombulelo, ngothando lukaThixo.
Sithanda ukubulela uDenison Forum ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: http://www.denisonforum.org
Malunga nomPapashi