1 KWABASEKORINTE 10:13

1 KWABASEKORINTE 10:13 XHO96

Nasiphi na isilingo esikuhlelayo siyinto eqhelekileyo emntwini. Yena ke uThixo, ngokuba ethembekile, akayi kukuyekela ulingwe ngokungaphezu kwamandla akho. Hayi, wosuka akuvulele ikroba lokuphuncula, ukuze ube nako ukunyamezela.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 1 KWABASEKORINTE 10:13