KWABASEROMA 6:17-18

KWABASEROMA 6:17-18 XHO96

Ke kaloku, makubulelwe kuThixo, kuba nanifudula nilawulwa sisono, kodwa ngoku niyithobela ngokupheleleyo imfundiso eniyifundisiweyo. Nakhululwa ke kuso isono, naba phantsi kobulungisa.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEROMA 6:17-18