KWABASEROMA 5:1-2

KWABASEROMA 5:1-2 XHO96

Njengoko sikholwa, sígwetyelwe nguThixo, sinoxolo naye ngenxa yeNkosi yethu uYesu Krestu. Kaloku sibe nako ukungena ngoKrestu ngokukholwa kolu babalo sikulo. Siyaqhayisa ke sithembe ukuba nenxaxheba ebuqaqawulini bukaThixo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEROMA 5:1-2