KWABASEROMA 5:1-2
KWABASEROMA 5:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko, sigwetyelwe nje ngokwaselukholweni, sinoxolo kuThixo ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu; esaba nako ngaye ukuthi singene ngokholo kolu lubabalo simiyo kulo, siqhayise ngokuthemba uzuko lukaThixo.
KWABASEROMA 5:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko sikholwa, sígwetyelwe nguThixo, sinoxolo naye ngenxa yeNkosi yethu uYesu Krestu. Kaloku sibe nako ukungena ngoKrestu ngokukholwa kolu babalo sikulo. Siyaqhayisa ke sithembe ukuba nenxaxheba ebuqaqawulini bukaThixo.
KWABASEROMA 5:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko, sigwetyelwe nje ngokwaselukholweni, sinoxolo kuThixo ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu; Esaba nako ngaye ukuthi singene ngokholo kolu lubabalo simiyo kulo, siqhayise ngokuthemba uzuko lukaThixo.
KWABASEROMA 5:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
NGAKO sigwetyelwe ngokolo nje, sinalo uxolo KUTIXO ngayo INKOSI yetu u‐Yesu Kristu; esite ngayo kanjalo sanokungeniswa ngokolo kolufefe simi kulo; sivuyelela ngetemba lobungcwalisa BUKATIXO.