IINDUMISO 30:5

IINDUMISO 30:5 XHO96

Kaloku yeyomzuzwana ingqumbo yakhe; ukanti buhlala buhlel' ububele bakhe. Ewe, zibakho zon' iinzingo ebusuku, kodwa kusasa kuba yimincili yodwa.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 30:5