IINDUMISO 30:5
IINDUMISO 30:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba yinto yephanyazo umsindo wakhe, Itarhu lakhe liyinto yobomi; Ngokuhlwa kulalisa ukulila, Kusasa kubakho ukumemelela.
Yabelana
Funda IINDUMISO 30IINDUMISO 30:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku yeyomzuzwana ingqumbo yakhe; ukanti buhlala buhlel' ububele bakhe. Ewe, zibakho zon' iinzingo ebusuku, kodwa kusasa kuba yimincili yodwa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 30IINDUMISO 30:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokuba yinto yephanyazo umsindo wakhe; Ngobabalo lwakhe kukho ubomi: Ukulila kuhleli ubusuku bunye, Kusasa luvuyo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 30