IINDUMISO 1:1

IINDUMISO 1:1 XHO96

Hayi inyhweba yomntu ongahambiyo ngecebo labantw' abagwenxa, ongahambiyo ekhondweni lamatshijolo, umnt' ongadlelaniyo nabaphoxisayo.