IINDUMISO 1:1
IINDUMISO 1:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Hayi, uyolo lomntu ongahambiyo ngecebo labangendawo, Ongemiyo endleleni yaboni, Ongahlaliyo embuthweni yabagxeki!
Yabelana
Funda IINDUMISO 1IINDUMISO 1:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Hayi inyhweba yomntu ongahambiyo ngecebo labantw' abagwenxa, ongahambiyo ekhondweni lamatshijolo, umnt' ongadlelaniyo nabaphoxisayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 1IINDUMISO 1:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Hayi, uyolo lomntu ongahambiyo ngecebo labangendawo, ongemiyo endleleni yaboni, ongahlaliyo etroneni yabagxeki.
Yabelana
Funda IINDUMISO 1