Mfo wam, musa ukuyidela ingqeqesho kaNdikhoyo, ungasicekisi isiluleko sakhe. Kaloku uNdikhoyo uyamluleka umntu amthandayo, kwanjengokuba uyise emohlwaya unyana anebhongo ngaye.
Funda IZAFOBE 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IZAFOBE 3:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo