Waza wammisela uAron, emahlulela uNdikhoyo, ngokumgalela inxenye yamafutha entloko. Emva koko uMosis uthathe oonyana baka-Aron, wabanxiba iihempe, wabafaka imixwayo, wabathwesa iminqwazi, njengoko wayeyalelwe nguNdikhoyo.
Funda EYONQULO 8
Share
Compare All Versions: EYONQULO 8:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos