ILEVITIKUS 8:12-13
ILEVITIKUS 8:12-13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuba angcwaliswe. UMoses wabasondeza oonyana baka-Aron, wabanxiba iingubo zangaphantsi, wababhinqisa umbhinqo, wababopha iminqwazi, njengoko uYehova wamwisela umthetho uMoses.
ILEVITIKUS 8:12-13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza wammisela uAron, emahlulela uNdikhoyo, ngokumgalela inxenye yamafutha entloko. Emva koko uMosis uthathe oonyana baka-Aron, wabanxiba iihempe, wabafaka imixwayo, wabathwesa iminqwazi, njengoko wayeyalelwe nguNdikhoyo.
ILEVITIKUS 8:12-13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wagalela ioli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuba angcwaliswe. Wabasondeza ke uMoses oonyana baka-Aron, wabanxiba iingubo zabo ezinde zangaphezulu, wababopha ngamaqhina, wabathwala iminqwazi; njengoko uYehova wamwiselayo umthetho uMoses.
ILEVITIKUS 8:12-13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Nenxenye yeoli yokutambisa wayigalela pezu kwentloko ka‐Arone, wamtambisa, ukuba amngcwalise. Waza u‐Mosesi wabasondeza onyana baka‐Arone, wabavatisa ihempe, wababinqisa ingqwemesha, wabopa kubo iminqwazi; njengokuba UYEHOVA ebemyalele u‐Mosesi.