Uthi *uNdikhoyo: “Zityhutyheni izitalato zeJerusalem, nikhangele nigqale, nizigocagoce iindawo zembutho, nibone ukuba ngaba kukho mntu na olilungisa nonyanisekileyo. Ukuba ngaba ukho nokuba mnye ndoyixolela.
Funda UJEREMIYA 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 5:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo