Nali ilizwi *likaNdikhoyo elavakala kumshumayeli uJeremiya mayela neFilistiya ngaphambi kokuba ukumkani waseJiputa ahlasele iGaza; lithi utsho uNdikhoyo ukuthi: “Khangela ukuvumbuluka kwamanzi ngasentla atsho abe ngumdolomba oya kugubungela umhlaba nako konke okukuwo, izixeko nabemi bazo. Abantu baya kukhala, batsho ngesijwili bonke abemi balapha.
Funda UJEREMIYA 47
Share
Compare All Versions: UJEREMIYA 47:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos