Ngoko ke masitsho ngongazenzisiyo umbulelo kuThixo, kuba kaloku siphantsi kombuso ongagungqiyo. Masidomboze simnqule ngendlela eya kumkholisa uThixo, simhlonela sinoloyiko. Kaloku uThixo wethu ngumlilo olenyayo.
Funda KUMAHEBHERE 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KUMAHEBHERE 12:28-29
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo