Kodwa ke nina animfundanga ngolo hlobo uKrestu. Kambe senivile ngaye, ibe ke njengamaKrestu niyifundisiwe inyaniso kaKrestu. Ngoko ke silahleni isimo senu esidala. Besinilahlekisa ngeenkanuko ezingendawo ezinirhuqela ekufeni. Iintliziyo zenu mazihlaziyeke ngokupheleleyo. Thathani isimo esitsha esidalwe safuza uThixo, esizibonakalisa ngobomi obumsulwa, obungcwele, obunyanisekileyo.
Funda KWABASE-EFESE 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KWABASE-EFESE 4:20-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo