Ngoko ke, nani zintlanga, anisengabo abasemzini neendwendwe. Niyimilowo nabantu bakaThixo; nilusapho lukaThixo. Nani ke nakhelwe phezu kwesiseko *sabathunywa *nabashumayeli, kodwa ke elona litye lesiseko nguYesu Krestu ngokwakhe.
Funda KWABASE-EFESE 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KWABASE-EFESE 2:19-20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo