KWABASE-EFESE 2:19-20
KWABASE-EFESE 2:19-20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke anisengabasemzini nabaphambukeli; ningamakhaya kubo abangcwele, ningabendlu kaThixo, nakhelwe phezu kwelitye lesiseko sabapostile• nabaprofeti, inguYesu Kristu ngokwakhe ilitye lembombo
KWABASE-EFESE 2:19-20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke, nani zintlanga, anisengabo abasemzini neendwendwe. Niyimilowo nabantu bakaThixo; nilusapho lukaThixo. Nani ke nakhelwe phezu kwesiseko *sabathunywa *nabashumayeli, kodwa ke elona litye lesiseko nguYesu Krestu ngokwakhe.
KWABASE-EFESE 2:19-20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke anisengabasemzini nabasemzini; Nakhelwe phezu kwesiseko sabapostile nabaprofeti, inguYesu Kristu ngokwakhe ilitye lembombo
KWABASE-EFESE 2:19-20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako ke, anisengabasemzini nabapambukeli, ningabobuzwe bunye kunye nabangcwele, nabendlu KATIXO, nakelwe nje pezu kwokuseka kwabapostile nabaprofite, yena u‐Yesu Kristu ngokwake elilitye eliyintloko yegumbi