Wabakhuphela phandle, wabuza wathi: “Bahlekazi, ndingenza ntoni ukuze ndisinde?” Bona baphendula bathi: “Zinikele eNkosini uYesu; uya kusindiswa wena nosapho lwakho.”
Funda UMSEBENZI WABATHUNYWA 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:30-31
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo