IZENZO 16:30-31
IZENZO 16:30-31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wabazisa phandle, wathi, Zinkosi, ndimelwe kukuthini na, ukuze ndisindiswe? Bathi ke bona, Kholwa kuyo iNkosi uYesu Kristu, wosindiswa wena nendlu yakho.
Yabelana
Funda IZENZO 16IZENZO 16:30-31 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wabakhuphela phandle, wabuza wathi: “Bahlekazi, ndingenza ntoni ukuze ndisinde?” Bona baphendula bathi: “Zinikele eNkosini uYesu; uya kusindiswa wena nosapho lwakho.”
Yabelana
Funda IZENZO 16