2 KUTIMOTI 3:16-17

2 KUTIMOTI 3:16-17 XHO96

Sonke isibhalo sinefuthe loMoya kaThixo. Siyanceda ekufundiseni inyaniso nokuchitha imposiso. Siyanceda ukulungisa isimilo, sinike ingqeqesho; ukuze lowo uzinikele kuThixo abe namandla okuwuphumeza nawuphi na umsebenzi omhle.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 2 KUTIMOTI 3:16-17