Ngekubhetele ukuba babengayazanga eyona ndlela, kunokuba bathi sebeyifumene bajike, bawulahle umyalelo kaThixo ababewunikiwe. Kwabanjalo ke liyinene iqhalo elithi: “Inja ibuyele umhlanzo wayo; ihagu ehlanjiweyo ibuye yazityikitya eludakeni.”
Funda 2 KAPETROS 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 2 KAPETROS 2:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo