Kuba ngekubalungele kanye, ukuba bebengayazanga indlela yobulungisa, kunokuba bathi beyazile, babuye umva, baphume kuwo umthetho ongcwele abawuwiselwáyo. Bahlélwe ke ngokomlinganiselo oyinene, othi, Inja ibuyéle emhlanzweni wayo, nehagukazi eyahlanjwayo iye ekuzityikatyikeni eludakeni.
Funda KAPETROS II 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KAPETROS II 2:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo