KAPETROS II 2:21-22
KAPETROS II 2:21-22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ngekubalungele kanye, ukuba bebengayazanga indlela yobulungisa, kunokuba bathi beyazile, babuye umva, baphume kuwo umthetho ongcwele abawuwiselwáyo. Bahlélwe ke ngokomlinganiselo oyinene, othi, Inja ibuyéle emhlanzweni wayo, nehagukazi eyahlanjwayo iye ekuzityikatyikeni eludakeni.
KAPETROS II 2:21-22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngekubhetele ukuba babengayazanga eyona ndlela, kunokuba bathi sebeyifumene bajike, bawulahle umyalelo kaThixo ababewunikiwe. Kwabanjalo ke liyinene iqhalo elithi: “Inja ibuyele umhlanzo wayo; ihagu ehlanjiweyo ibuye yazityikitya eludakeni.”
KAPETROS II 2:21-22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ngekubalungele kanye, ukuba bebengayazanga indlela yobulungisa, kunokuba bathi beyazile, babuye umva, baphume kuwo umthetho ongcwele abawuwiselwayo. Kodwa bahlelwa ngumzekeliso oyinyani othi, Inja ibuyele emhlanzweni wayo; nemazi yehagu ehlanjiweyo ekuzityibilikeni eludakeni.
KAPETROS II 2:21-22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ngekuba kubalungele ukuba babe bengayazanga indlela yobulungisa, ngapezu kwokuba bati, emvenikweni bayazileyo, baguquke kuwo umyalelo ongcwele obunikelwe kubo. Kodwa kubahlele okwomzekeliso oyinyaniso: Inja ibuyele emhlanzweni wayo; nehangukazi ebihlanjiwe, endaweni yokuqikileka eludakeni.