Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

1 KAYOHANE 2:29

1 KAYOHANE 2:29 XHO96

Niyazi ukuba uKrestu ulilungisa; ngokunjalo ke qondani ukuba nawuphi na umntu owenza okulungileyo ungumntwana kaThixo.