KAYOHANE I 2:29
KAYOHANE I 2:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba niyazi ukuba ulilungisa, yazini ukuba bonke abenza ubulungisa bazelwe nguye.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 2KAYOHANE I 2:29 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niyazi ukuba uKrestu ulilungisa; ngokunjalo ke qondani ukuba nawuphi na umntu owenza okulungileyo ungumntwana kaThixo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 2