Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla; naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu. Kaloku zezakho zonke ezisezulwini, kanti nezisemhlabeni ikwazezakho. Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo; uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.
Funda 1 YEZIGANEKO 29
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 1 YEZIGANEKO 29:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo