Yehova, ubukhulu, namandla, nozuko, noloyiso, nobungangamsha bobakho; ngokuba yokwakho yonke into esemazulwini nesemhlabeni; bobakho ubukumkani, Yehova; uphakamile wayintloko yeento zonke.
Funda IziKronike 1 29
Share
Compare All Versions: IziKronike 1 29:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos