Isithunywa sikaYehova saqononondisa kuYoshuwa, sathi, Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ukuba uthe wahamba ngeendlela zam, ukuba uthe wasigcina isigxina sam, wòyilawula wena indlu yam, wòzigcina neentendelezo zam, ndikunike ukuhamba phakathi kwaba bemiyo apha.
Funda UZEKARIYA 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UZEKARIYA 3:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo