KWABASEROMA 6:17-18
KWABASEROMA 6:17-18 XHO75
Makubulelwe ke kuThixo, ukuba nithe, beningabakhonzi besono, nawululamela ngokwentliziyo umfuziselo wemfundiso enanikelwayo kuwo; nathi, nákuba nikhululwe ke kuso isono, nakhonziswa kubo ubulungisa.