Yizani, masiqubude, siguqe, Sithobe phambi koYehova umenzi wethu. Ngokuba nguThixo wethu yena, Thina ke singabantu bokwalúswa nguye, nezimvu zesandla sakhe. Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe
Funda IINDUMISO 95
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 95:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo