IINDUMISO 95:6-7
IINDUMISO 95:6-7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yizani, masiqubude, siguqe, Sithobe phambi koYehova umenzi wethu. Ngokuba nguThixo wethu yena, Thina ke singabantu bokwalúswa nguye, nezimvu zesandla sakhe. Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe
IINDUMISO 95:6-7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yizani siqubude simnqule, siguqe phambi koNdikhoyo umdali wethu, kuba yena nguThixo wethu. Thina singumhlambi awalusayo, iigusha ezondliwa nguye. Namhla liveni ilizwi lakhe elithi
IINDUMISO 95:6-7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yizani, masiqubude, sithobe; masiguqe phambi koYehova, uMdali wethu. Ngokuba nguThixo wethu yena; yaye thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe. Namhlanje ukuba ufuna ukuva ilizwi lakhe
IINDUMISO 95:6-7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yizani, masibedeshe sitobe pantsi; masiguqe ngamadolo ebusweni BUKAYEHOVA owasenzayo. Ngokuba yena e NGUTIXO wetu; nati singabantu besidlelo sake nezimvu zesandla sake. Namhla nje ukuba niya kuliva ilizwi lake