Wabekele indlebe amazwi am, Yehova, Kúqonde ukucamanga kwam. Libázele indlebe izwi lokuzibika kwam, Kumkani wam, Thixo wam; Ngokuba ndithandaza kuwe. Yehova, ùya kuliva izwi lam kwakusasa, Kwakusasa ndiya kuwusingisa kuwe umthandazo wam, ndibonisele.
Funda IINDUMISO 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 5:1-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo