Líthethe ityala lam, Yehova, ngokuba mna ndihambé engqibelelweni yam, Ndakholosa ngoYehova, andahexa. Ndícikide, Yehova, undilinge; Nyibilikisa izintso zam nentliziyo yam. Ngokuba inceba yakho iphambi kwamehlo am, Ndihamba enyanisweni yakho. Andihlali namdoda akhohlakeleyo, Àndihambi nabanyhwalazi. Ndilithiyile ibandla labenzi bobubi, Àndihlali nabangendawo. Ndizihlamba kokumsulwa izandla zam, Ndisiphàhle isibingelelo sakho, Yehova, Ukuba ndivakalise izwi lokubulela, Ndibalise ngayo yonke imisebenzi yakho ebalulekileyo.
Funda IINDUMISO 26
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 26:1-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo