Wolula imihla yeembalasane ngamandla akhe, Ziphakame bezise zibuncamile ubomi. Uzinika inkoloseko, zayame, Amehlo akhe abe phezu kweendlela zazo, Ziphakame: kube mzuzwana zingabikho. Zithe ngqu, zibuthiwe njengabanye bonke, Zinqanyulwe njengesikhwebu sengqolowa.
Funda UYOBHI 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOBHI 24:22-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo