Wathi uYesu kuye, Ndim uvuko, ndim ubomi; lowo ukholwayo kum, nokuba ubethé wafa, wodla ubomi. Bonke abadla ubomi bekholwa kum, abasayi kufa naphakade; ùyakholwa na koko?
Funda UYOHANE 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 11:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo