EKAYAKOBI 4:13-14

EKAYAKOBI 4:13-14 XHO75

Wenani kaloku, nina nitshoyo ukuthi, Namhla, nokuba kungomso, siya kuya kulaa mzi, senze khona umnyaka ube mnye, sirhwebe, sizuze; kanti nina aba anikwazi kakuhle okwangomso. Kuba buyintoni na ubomi benu? Bungumphunga obonakala ixesha elincinane, uze ke uthi shwaka.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne EKAYAKOBI 4:13-14