KWABASE-EFESE 4:14-15

KWABASE-EFESE 4:14-15 XHO75

ukuze singabi saba ziintsana, silatyuzwa, siphetshethwa ngumoya wonke wemfundiso, ngokunyanga kwabantu, ngobuqhetseba obusemaqhingeni olahlekiso; síthi ke, sinyanisekile eluthandweni, sikhulele, ngeendawo zonke, kuye lo uyintloko, uKristu

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASE-EFESE 4:14-15