Yabonani, ndibeka phambi kwenu namhla intsikelelo nesiqalekiso: intsikelelo, ukuba nithé nayiphulaphula imithetho kaYehova uThixo wenu, endiniwiselayo namhla; isiqalekiso, ukuba nithe anayiphulaphula imithetho kaYehova uThixo wenu, nesuka natyeka endleleni leyo ndiniwisele umthetho ngayo namhla, nalandela thixo bambi eningabazanga.
Funda IDUTERONOMI 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IDUTERONOMI 11:26-28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo