KUTIMOTI II 3:16-17

KUTIMOTI II 3:16-17 XHO75

Sonke isibhalo, siphefumlelwe nguThixo nje, sikwancedela ukufundisa, ukohlwaya, ukululeka, ukuqeqesha okusebulungiseni, ukuze umntu kaThixo afaneleke, exhobele wonke umsebenzi olungileyo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUTIMOTI II 3:16-17