KWABASEKORINTE II 4:16-17

KWABASEKORINTE II 4:16-17 XHO75

Kungoko singethi mandla; kuba nokuba umntu wethu wangaphandle uya esonakala, usuka yena owangaphakathi aye ehlaziyeka imihla ngemihla. Kuba ubukhaphukhaphu bembandezelo yethu eyeyomzuzwana busisebenzela ngokuncamise kwaphela ubuqaqawuli obukhulukazi obungunaphakade sakubon' ukuba asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKORINTE II 4:16-17