1
Iindumiso Iindumiso 106:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
Dumisani uYehova. Dumisani uYehova; ngokuba elungile, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 106:1
2
Iindumiso Iindumiso 106:3
Hayi, uyolo lwalowo ulugcinayo ubulungisa, Owenza ubulungisa ngamaxesha onke!
Phonononga Iindumiso Iindumiso 106:3
3
Iindumiso Iindumiso 106:4-5
Ndikhumbule, Yehova, ngenxa yokulunga kwakho okwenzela abantu bakho; ndivelele ngosindiso lwakho; Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho, Ndivuye ekuvuyeleleni kwabantu bakho, Ndiqhayise ngelifa lakho.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 106:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo