1
uMateyu uMateyu 15:18-19
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ke zona izinto eziphuma emlonyeni, ziphuma kuyo intliziyo; zimenza inqambi umntu. Kuba kuyo intliziyo kuphuma izicamango ezingendawo, ookubulala, ookukrexeza, oomibulo, oobusela, ookungqina ubuxoki, ookunyelisa.
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 15:18-19
2
uMateyu uMateyu 15:11
Asikokungena emlonyeni okumenza inqambi umntu; ke okuphuma emlonyeni, kuko oko okumenza inqambi umntu.
Phonononga uMateyu uMateyu 15:11
3
uMateyu uMateyu 15:8-9
Aba bantu basondela kum ngomlomo wabo, bandibeke ngemilebe yomlomo wabo; kodwa intliziyo yabo ikude lee kum. Bafumana ke bendihlonela, Befundisa iimfundiso eziyimithetho yabantu.
Phonononga uMateyu uMateyu 15:8-9
4
uMateyu uMateyu 15:28
Waphendula ke uYesu wathi kuye, Mfazi, lukhulu ukholo lwakho; makwenzeke kuwe ngokuthanda kwakho. Yaphiliswa intombi yakhe kwangelo lixa.
Phonononga uMateyu uMateyu 15:28
5
uMateyu uMateyu 15:25-27
Weza ke waqubuda kuye, esithi, Nkosi, ndincede. Uphendule ke wathi, Asinto intle ukusithabatha isonka sabantwana, siphoswe ezinjaneni. Wathi ke yena, Ewe, Nkosi; kuba neenjana zidla kwiimvuthuluka eziwa etafileni yabaninizo.
Phonononga uMateyu uMateyu 15:25-27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo