1
uMateyu uMateyu 14:30-31
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kodwa, ebona umoya unamandla, woyika; wathi eqala ukutshona, wakhala, esithi, Nkosi, ndisindise. Wasolula kwaoko ke isandla uYesu, wambamba, wathi kuye, Ehla wena ulukholo luncinane, uthandabuzelani na?
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 14:30-31
2
uMateyu uMateyu 14:30
Kodwa, ebona umoya unamandla, woyika; wathi eqala ukutshona, wakhala, esithi, Nkosi, ndisindise.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:30
3
uMateyu uMateyu 14:27
Wathetha ke kwaoko uYesu kubo, esithi, Yomelelani; ndim; musani ukoyika.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:27
4
uMateyu uMateyu 14:28-29
uPetros wamphendula ke wathi, Nkosi, ukuba nguwe, yitsho ndize kuwe ndihamba phezu kwamanzi. Wathi, Yiza. Wehla ke uPetros emkhombeni, wahamba phezu kwamanzi, esiya kuYesu.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:28-29
5
uMateyu uMateyu 14:33
Bazile ke abo basemkhombeni, baqubuda kuye, besithi, Inyaniso, unguNyana kaThixo.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:33
6
uMateyu uMateyu 14:16-17
Wathi kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye. Bathi ke bona kuye, Asinanto apha, ingezizo izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:16-17
7
uMateyu uMateyu 14:18-19
Wathi ke yena, Ziziseni kum apha. Wathi izihlwele mazingqengqe phantsi engceni, wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi, ekhangele ezulwini, wasikelela; waziqhekeza ke izonka ezo, wazinika abafundi bakhe, abafundi ke banika izihlwele.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:18-19
8
uMateyu uMateyu 14:20
Badla ke bonke bahlutha, kwaza kwaqokelelwa iingobozi ezilishumi elinambini zokutya okuseleyo.
Phonononga uMateyu uMateyu 14:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo