1
uYohane uYohane 17:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bangcwalise ngayo inyaniso yakho; ilizwi lakho liyinyaniso.
Thelekisa
Phonononga uYohane uYohane 17:17
2
uYohane uYohane 17:3
Bubo ke obu ubomi obungunaphakade, ukuba mabakwazi, wena ukuphela koThixo oyinyaniso, naye uYesu Kristu omthumileyo.
Phonononga uYohane uYohane 17:3
3
uYohane uYohane 17:20-21
Andiceleli ke aba bodwa, ndicelela nabo baya kukholwa kum ngelizwi labo; ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.
Phonononga uYohane uYohane 17:20-21
4
uYohane uYohane 17:15
Andiceli ukuba ubasuse ehlabathini; ndicela ukuba ubagcine kuyo inkohlakalo.
Phonononga uYohane uYohane 17:15
5
uYohane uYohane 17:22-23
Uzuko owandinika lona, ndilunike bona; ukuze babe banye, njengokuba thina sibanye; mna ndikubo, wena ukum, ukuze babe ngabazalisekileyo ntweni-nye; ukuze liqonde ihlabathi ukuba wena undithumile, wabathanda, njengokuba wandithandayo nam.
Phonononga uYohane uYohane 17:22-23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo