Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka iGenesis iGenesis 12

1

iGenesis iGenesis 12:2-3

Contemporary Xhosa Bible 2024

Ndiya kukwenza uhlanga olukhulu, ndikusikelele, ndilikhulise igama lakho; kwaye uya kuba nethamsanqa. Yaye ndiya kumsikelela okusikeleleyo, lowo ukuqalekisayo ndimqalekise; zisikeleleke ngawe zonke izizukulwana zehlabathi.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 12:2-3

2

iGenesis iGenesis 12:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

Wathi uYehova kuAbram, Lishiye ilizwe lakowenu, nendlu yakho, nendlu kayihlo, uye ezweni endokubonisa lona.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 12:1

3

iGenesis iGenesis 12:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

Wemka uAbram njengoko wathethayo uYehova kuye; uLote wahamba naye, yaye uAbram wayeneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu ubudala ekuphumeni kwakhe kwelakwaHaran.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 12:4

4

iGenesis iGenesis 12:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

uYehova wabonakala kuAbram, wathi, Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe; waza wamakhela khona isibingelelo uYehova owayebonakele kuye.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 12:7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo