Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka iGenesis iGenesis 11

1

iGenesis iGenesis 11:6-7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yathi iNkosi: Yabona, abantu bayinto enye, kwaye bonke bantetho-nye; baqala ke ukwenza, ngoku ke abayi kukhatywa nto abacinga ukuyenza. Masihle, siyidube khona intetho yabo, ukuze bangevani ukuthetha

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 11:6-7

2

iGenesis iGenesis 11:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bathi ke, Hambani, sizakhele umzi, nemboniselo encopho yayo iye kufika emazulwini; masizenzele igama, hleze sisasazeke ehlabathini.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 11:4

3

iGenesis iGenesis 11:9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngenxa yoko kwathiwa igama lawo yiBhabheli; ngenxa yokuba kulapho uYehova waluduba khona ulwimi lwehlabathi lonke, yaye uYehova wabachithachitha besuka apho ehlabathini lonke.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 11:9

4

iGenesis iGenesis 11:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ihlabathi liphela libe lulwimi-nye, lizwi linye.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 11:1

5

iGenesis iGenesis 11:5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wehla uYehova ukuze asibone isixeko nenqaba leyo babeyakhile oonyana babantu.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 11:5

6

iGenesis iGenesis 11:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waza uYehova wabachithachitha kwalapho ehlabathini lonke, yaye bayeka ukusakha eso sixeko.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 11:8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo