IGENESIS 11:9
IGENESIS 11:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yoko kwathiwa igama lawo yiBhabheli;• ngokuba uYehova wayiduba khona apho intetho yehlabathi lonke, wabachithachitha kwalapho uYehova ehlabathini lonke.
Yabelana
Funda IGENESIS 11IGENESIS 11:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwathiwa eso sixeko yiBhabheli, kuba kaloku uThixo wasuka wayenza ingxuba-kaxaka intetho yabantu. Ukusuka apho abantu bathi saa elizweni.
Yabelana
Funda IGENESIS 11