1
iZenzo iZenzo 16:31
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bathi ke bona, Kholwa kuyo iNkosi uYesu Kristu, wosindiswa wena nendlu yakho.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 16:31
2
iZenzo iZenzo 16:25-26
Ke kaloku, ezinzulwini zobusuku uPawulos noSilas babethandaza, bedumisa uThixo; yaye amabanjwa abeva ke. Kwabakho ke ngequbuliso unyikimo olukhulu lomhlaba, ngokokude zizanyazanyiswe iziseko zentolongo; zavuleka kwaoko iingcango zonke, athukululeka amakhamandela abo bonke.
Phonononga iZenzo iZenzo 16:25-26
3
iZenzo iZenzo 16:30
Wabazisa phandle, wathi, Zinkosi, ndimelwe kukuthini na, ukuze ndisindiswe?
Phonononga iZenzo iZenzo 16:30
4
iZenzo iZenzo 16:27-28
Ethe tyithi ke ebuthongweni umgcini wababanjwa, ebona iingcango zentolongo zivulekile, warhola ikrele, eza kuzibulala, eba ababanjwa babalekile. Wadanduluka ke uPawulos ngezwi elikhulu, esithi, Musa ukuzenzakalisi; kuba silapha sonke.
Phonononga iZenzo iZenzo 16:27-28
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo